![lirikcinta.com](https://www.lirikcinta.com/statik/logonew.png)
viva the legend - zonke lyrics
[verse 1]
i hear them saying your name
and i know you live in me
i’d say viva he’s a legend
and i’d smile, and my mind we would fly
everyday of my life watching you
ndizidla nangawe
ndibubona ububele bakho
ndinjena nje nguwe
viva you are a legend
[chorus (humming)]
lalaleh lalalala
hayeh layiyayayayah
lalalih lalah lalah
hayeh heeeh
[verse 2]
babekhala bathi balahlekelwe
boba yintoni na ngaphandle kwakhe yini
hayi incubeko engako engakuthi
viva ndiyakwethembisa soze sijike
wasifundisa uthando
wasifundisa umhlaba
wasifundisa ukuhleka
wasifundisa ukuvana thina
wasifundisa inyani
wathi nyamezelani
wasifundisa uthando
uthando lomculo viva
[chorus (humming)]
lalaleh lalalala
hayeh layiyayayayah
lalalih lalah lalah
hayeh heeeh
viva, you’re a legend
[verse 3]
wasifundisa uthando
wasifundisa umhlaba
wasifundisa ukuhleka
wasifundisa ukuvana thina
wasifundisa inyani
wathi nyamezelani
wasifundisa uthando
uthando lomculo, viva
Random Song Lyrics :
- głęboka terapia - elektryczne gitary lyrics
- driftin' blues - john lee hooker lyrics
- süffelmann - götz widmann lyrics
- esclaus de la modernitat - vidres a la sang lyrics
- two different views - the fixx lyrics
- everlasting tie - carpark north lyrics
- ladeirinha - djavan lyrics
- hi-tech medusa - helalyn flowers lyrics
- don't know (excerpt) - mario winans lyrics
- bhool na jaana - farhan saeed lyrics