
xa bendingena mama - zahara lyrics
[pre-chorus]
xa bendino mama
besendine qhiy’ebotshwe ngaphambili
okwenene ndiyahamba
okwenene ndibhek’egoli sana lwam’
xa bendino mama
besendine qhiy’ebotshwe ngaphambili
okwenene ndiyahamba
okwenene ndibhek’egoli sana lwam’
[chorus] [x2]
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
[pre-chorus]
xa bendino mama
besendine qhiy’ebotshwe ngaphambili
okwenene ndiyahamba
okwenene ndibhek’egoli sana lwam’
xa bendino mama
besendine qhiy’ebotshwe ngaphambili
okwenene ndiyahamba
okwenene ndibhek’egoli sana lwam’
[chorus]
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
ndiva isikhal’ esandohlukanisa nomamam’
andivumi nosana lwam’
ndibolekeni iduvet incinci naleragi mtaka mamam’
ndiva izikhal’ ezandohlukanisa nomamam’
andivumi nosana lwam’
ndibolekeni iduvet incinci naleragi mtaka mamam’
[chorus]
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
ndiyagodola
ndiyagodol’ incinci naleragi mnta kamamam’
iyhu ndiyahamba
iyhu! ndibhek’egoli sana lwam’
Random Song Lyrics :
- never gettin out the hood - lil marley lyrics
- adam sandlers - youri lyrics
- the answer - doni (rapper) lyrics
- prototype - trashedsnowman lyrics
- false feelings - kfreak lyrics
- daj mi znać - oskar cyms lyrics
- penisless - ikd-sj lyrics
- n.o.e.l. - rano le ouf lyrics
- 25 - rafaell dior lyrics
- огни - puv luv lyrics