bawo - zahara lyrics
[verse 1]
izithembiso zam
iintsikelelo zam
ubomi bam bukuwe
lelilizwe liyadidizela
abanye baya ngale abanye baya ngale
kuvelwa kusembiswa iinzingo zinintsi
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
[verse 2]
ndithi ndithathe elithuba
ndicele kuwe ng*yoyonkinto ngonyama
into ilele esandleni sakho
bawo ndizimisa kuwe
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
[bridge]
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe
[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakadе
[outro]
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakadе
Random Song Lyrics :
- you & i (ft. shmel) - ehallz & nelle lyrics
- meleğim - çetin kurt lyrics
- watching you - night traveler lyrics
- pretty girl - royal ruckus lyrics
- active shooter situation - die krupps lyrics
- liberdade - rajada verbal lyrics
- strawberry milk ships - satomoka lyrics
- switch - flavia lyrics
- going nowhere - 4b lyrics
- no time - cheat codes & dvbbs lyrics