izulu - onelz lyrics
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
awu’ kwinto yonke endidlule kuyo ndijonge kuwe
wena usisibane thembele kuwe kule ndlela yobomi
awu’ ewe bawo ndiyavuma
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
thandaza kwеli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayеnzeke eh eh)
lomhlaba ngowakho izint’zinints’ apha phandle
zonke zilawulwa nguwe usisisombulili
kwenzeka isimanga usinika amandla okuphila
s’nika amandl’ okunyamezela
ngoba kunzuima apha phandle
wena usisibane phambi kwenyawo zami
amandla okuphila asuka kuwe
mdali wezintsubi
hanga kubu kanti kulungile
kulungile
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
awu’ kwinto yonke endidlule kuyo ndijonge kuwe
wena usisibane thembele kuwe kule ndlela yobomi
awu’ ewe bawo ndiyavuma
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
thandaza kweli zulu lakho (izulu lakho)
ntando yakho mayenzeke (mayenzeke eh eh)
Random Song Lyrics :
- cinema - scarlettb lyrics
- головная боль (headache) - og minay & lil kavkaz lyrics
- lol@x3m - electric dragon lyrics
- too l8 - empress (tha) lyrics
- spring's over - noah on the road lyrics
- you still believe - thomas christ lyrics
- where we hide - little quirks lyrics
- be like - zac & george lyrics
- im eating a chicken sandwich - empty parking lot lyrics
- 4 blones - métricas frías & deejohend lyrics