![lirikcinta.com](https://www.lirikcinta.com/statik/logonew.png)
nxolele - lundi lyrics
n’xolele thixo wam
nguwe olithemba lam
n’xolele thixo wam
nguwe olithemba lam
nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
nkosi yam ngingumntawana wakho
ngilahlekile ngibuyise
mangilahlwa nguwe
ngoba yini na?
kulezinto zalomhlaba
nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
n’xolele thixo wam
nguwe olithemba lam
n’xolele thixo wam
nguwe olithemba lam
nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
mangilahlwa nguwena
ngoba yini kulomhlaba
mangilahlwa nguwena
ngoba yini?
kulomhlaba
mangilahlwa nguwena
ngoba yini?
kulomhlaba
mina nginjena nje namhla
izinto zalomhlaba
somandla ngixolele
n’xolele (n’xolele) thixo wam (thixo wam, thixo wam)
nguwe olithemba lam (themba lam)
n’xolele (n’xolele baba) thixo wam (thixo wam, thixo wam)
nguwe olithemba lam
(nginjena, nginjena)
nginjena nje namhla (izinto)
izinto (izinto) zalomhlaba
(nginjena, nginjena)
nginjena nje namhla (izinto)
izinto (zalomhlaba) zalomhlaba
(mangilahlwa)
mangilahlwa nguwena (nguwe, nguwe)
ngoba yini? (ngoba)
kulomhlaba (somandla)
mangilahlwa nguwena (nguwe, somandla)
ngoba yini?
kulomhlaba
(n’xolele, n’xolele)
n’xolele thixo wam (thixo wam, thixo wan)
nguwe olithemba lam (themba lam)
n’xolele (n’xolele baba) thixo wam (thixo wam, thixo wam)
(nginjena, nginjena)
nginjena nje namhla (izinto)
izinto (izinto) zalomhlaba
(nginjena, nginjena)
nginjena nje namhla (izinto)
izinto (zalomhlaba) zalomhlaba
(mangilahlwa)
mangilahlwa nguwena (nguwe, nguwe)
ngoba yini? (ngoba)
kulomhlaba (somandla)
mangilahlwa nguwena (nguwe, somandla)
ngoba yini kulomhlaba
Random Song Lyrics :
- freedom - $ean wire lyrics
- two lifetimes late - fintan mckahey lyrics
- quero um beijo - joão bosco & vinícius lyrics
- falling through - near an open flame lyrics
- bank on me - pofsky lyrics
- transform - gus englehorn lyrics
- dans ma rue - big ben lyrics
- abuse me - ded stark lyrics
- present - jag lyrics
- gluttonous - slob boys lyrics