unobubele - lolli native lyrics
[verse 1: brian temba]
i’m not alone because you told me (told me)
i should just call and you will answer (answer)
never too late you’re always on time (on time)
father i’m nothing when you’re not there
you see i’m thankful
’cause you stand by your word (stand by your word)
you are not to harm me but to prosper me
you’re the great, i am oh
jehovah jireh (jehovah jireh)
my provider (my provider)
jehova rapha (jehova rapha)
my healer, oh
[chorus: brian temba]
un0bubele ngam’ (your grace and mercy)
un0bubele ngam’ (it’s еver sufficient)
un0bubelе ngam’ (i am a witness, oh)
w*ngithatha la (your grace and mercy)
w*ngibeka la (oh lord)
wathi hlala la (you gave me true love)
un0bubele nam’ (un0bubele nam’ oh)
[verse 2: lolli native & brian temba]
ey xand’phela amandla ndiphel’ithemba
umhlaba uya’ndijikela ingath’usatan uyandihenda
ewe ndiyavuma ndimoshile
nam’ ndingumntu impazamo ndizenzile
abantu ababen’thanda bend’supporter ndibaphoxile
ndathathi’sqibo akusekho yam emhlabeni
intambo nday’sondela ndayi bophelel’ emqaleni
akukho lula nizo’ ndixolela exesheni
zonke i’zatho bendinazo ndini bhalel’ephepheni
mama ungakhali akwehlanga lungahlanga
ndik’sheyil’ uxanduva uzund’gadel abantwana
but god had other plans ixesha lami al’kakafiki (jehovah jireh)
esithi ngawe and’kakagqibi (my provider)
wand’vusa esbhedlele ebhedini (jehova rapha)
wandinik’elinyithuba (my healer)
uthixo ekhona and’sweli lutho uyand’khuphula
[refrain: brian temba]
un0bubele ngam’ (your grace and mercy)
un0bubele ngam’ (it’s ever sufficient)
un0bubele ngam’ (i am a witness, oh)
un0bubele ngam’
[verse 3: lolli native & brian temba]
thixo usiphamandla siyamkel’ intando yakho
as long as i live ndil’dumis’ igama lakho
xolel’izono zethu wasacrifice unyana wakho
andibikwa hlaba ndiphamb’kwenkonzo ndili ngqina
dlule kwimvula ne’ndundumo ndisa phila
jeremiah 29 as’nik ikamva as’nik ithemba
numbers 23 asoze axoke nguy’ndlela
yey uthixo un0bubele usas’gcinile ndiyabulela (thixo)
wath’ukhumbul’igama lami (bawo)
awuhambi wedwa uhlal’unami (somandla)
jonge phambili ungo’yiki bubi (oh, oh)
nase’mfuleni ethunzini lokufa (oh, oh)
wath’ukhumbul’igama lam’ (bawo)
awuhambi wedwa uhlal’unam’ (somandla)
jonge phambili ungo’yiki bubi (un0bubele)
nase’mfuleni ethunzini lokufa (oh, oh)
[chorus: brian temba]
un0bubele ngam’ (your grace and mercy)
un0bubele ngam’ (it’s ever sufficient)
un0bubele ngam’ (i am a witness, oh)
un0bubele ngam’ (oh, oh)
w*ngithatha la (your grace and mercy)
w*ngibeka la (it’s ever sufficient)
wathi hlala la (i am a witness)
un0bubele nam’ (un0bubele nam’)
un0bubele ngam’ (un0bubele ngam’)
un0bubele ngam’ (un0bubele ngam’)
un0bubele ngam’, oh
w*ngithatha la (w*ngithatha la)
w*ngibeka la (w*ngibeka la)
w*ngi susa la (wathi hlala la)
un0bubele nam’ (un0bubele nam’ oh)
[outro: brian temba]
w*ngithata la (w*ngithata la)
w*ngibeka la (w*ngibeka la)
wathi hlala la (wathi hlalaa la)
somandla un0bubele ngam’, oh oh
Random Song Lyrics :
- honey - queen bonobo lyrics
- djemil - noah histeria lyrics
- vakka (teen mida ise tahan) - seaduskuulekus lyrics
- track 1 - gezypzy lyrics
- hoeing - taegod lyrics
- the hardy boys at the y (outtake) - loudon wainwright iii lyrics
- forget - kog devo lyrics
- vent. - skiido lyrics
- waves - chloe moriondo lyrics
- how you like me now - chief keef lyrics