
emaphupeni - kelvin momo lyrics
ndibona wena emaphupeni
ndikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndibona wena emaphupeni
ndikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndicinga ngawe njalo imihla yonke (hai imihla yonke)
ndicinga ngawe njalo imihla yonke
bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
dali wami andikwazi nokulala (andikwazi nokulala)
ndivuswa ngama phupho nawe
ndifisa ukuhlala nawe (‘fisa ukuhlala nawe)
ungenza ngibe namahloni (ungenza ngibe namahloni)
ngiyacwayiza, ngiyacwayiza (ngiyacwayiza)
ungenza ngibe namahloni (eh eh eh еh)
ngiyacwayiza (ngiyacwayiza) ngiyamoyiza
dali wami andikwazi nokulala
ndivuswa ngama phupho nawe
ndifisa ukuhlala nawe
ungenza ngibе namahloni
ngiyamoyiza ai ai ai eh
ndibona wena emaphupeni
ngikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndibona wena emaphupeni ndikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndikhulule khulule abaningi bayangi phazamisa
khulule khulule abaningi uyandi phazamisa
andilali ebusuku ndibona wena kuphela
andisazi ndingenzani na
ndingenzani na, sondela la kimi
ndiyakufuna ndikufuna
ndibona wena emaphupeni
ndikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndibona wena emaphupeni
ndikulindile nase’kuseni
ndicela uze la kimi ziveze kimi
ndifuna ubona undibambe eb’sweni
ndicinga ngawe njalo imihla yonke (hai imihla yonke)
ndicinga ngawe njalo imihla yonke (hai imihla yonke)
bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
bayazi nabadala umasibulisana kudala ndithi iza aphapha
Random Song Lyrics :
- exterminador do futuro - lord prince & devilgreen lyrics
- despídete - dulce maría lyrics
- lonesome kicker - adam sandler lyrics
- mistrzowski logotyp - rogal ddl lyrics
- vårres jul 2 - hans rotmo lyrics
- poison ivy (remix) - young and restless lyrics
- enamorao de una clienta - yung beef lyrics
- philadelphia - vancougar lyrics
- the rock rock on - bambu lyrics
- fire away (string version) - jon mclaughlin lyrics