imbokodo - josiah de disciple lyrics
amajokozi angaphakathi kuye
kuwena namhlanje
ngomsavuke
mina ndigcwele ndiyaphuphumala
wathinta’abafazi wathint’imbokodo
weeh wathint’imbokodo
mina ndigcwele ndiyaphuphumala
weeh wathint’imbokodo
unesbindi, akagebezel’amadolo
unesbindi akagebezel’amadolo
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
unesbindi akagebezel’amadolo
unesbindi akagebezel’amadolo
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
unesbindi akagebezel’amadolo
unesbindi akagebezel’amadolo
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ndiyimbokodo
andijoqi
ndingumfazi
ndiyimbokodo
andijoqi
ndingumfazi
weeh wathint’imbokodo
weeh wathint’imbokodo
unesbindi akagebezel’amadolo
unesbindi akagebezel’amadolo
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
kabanda kabanda
kabanda kabanda
weeh wathint’imbokodo (kabanda kabanda kabanda kabanda)
weeh wathint’imbokodo (kabanda kabanda kabanda kabanda)
n0ba kunganzima
andiphel’amandla
n0ba kunyukela
andibuyel’emuva
ndiya phambili
ndiya phambili
weeh wathint’imbokodo
unesbindi akagebezel’amadolo
unesbindi akagebezel’amadolo
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
ulwel’ingomso lakhe akekh’ozomnqanda
weeh wathint’imbokodo
weeh wathint’imbokodo
Random Song Lyrics :
- lost my mind* - cg5 lyrics
- mine - the springs (country duo) lyrics
- me puedes invocar - tino el pingüino lyrics
- пустота (void) - soulryze lyrics
- cair do prédio - japãozin lyrics
- te debo todo - chc (rapero) lyrics
- レトリック (rhetoric) - hello sleepwalkers lyrics
- la fuerza del destino - cover - cardomillo lyrics
- bad dreams - liam54er & jayef kay lyrics
- dine flesh - psychosis lyrics