
nomthandazo - blt lyrics
[chorus]
nomthandazo nomthandazo׳
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
[verse]
ixesha alihambi, usukulude
inhlizoyoyam uyayophula
xawenzanjalo abahlobobakho
bandibuza ngawe njalo njalo
ukuba ndikwenzeni nah
ndenzeni nah (mmmhh)
ndik’nikile inhlonipho
ndik’nikile uthando (heeii)
imizamoyam bendenzela wena
bendenzela wena kodwa
namhlanje m’na ndilila ngawe
ndilila ngawe
[chorus]
nomthandazo nomthandazoײ
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
[verse]
(heeii)umama uyabuza uthi sana
sana uph’umakoti omalume bathetha
ngelobola (hee) k*mele nditshate
k*mele nditshate andazi ukuba
ndiyothini kubo m’na nawe kade
singathethi sthandwasami kade
singathethi ingabe ndikwenzeni
ndicelubuye ndicelubuye
[chorus]
nomthandazo nomthandazo׳
aw’buyele khaya
aw’buyele khaya
Random Song Lyrics :
- breathing fighting love - the paper kites lyrics
- meu talismã - iza lyrics
- horizon - sal lyrics
- purple lights - j4ydizz1e lyrics
- portas abertas - barba ruiva lyrics
- glow up - blake basic lyrics
- levels - vexahlin lyrics
- wumbastic scholastic books - the earlobe brothers lyrics
- shark in the water alternate - v v brown lyrics
- archetypal cauterization - revulsed lyrics