![lirikcinta.com](https://www.lirikcinta.com/statik/logonew.png)
bambolwam - black motion lyrics
ndikuthanda njalo dali wam
ndikuthanda njalo
ndikuthanda njalo dali wam
ndikuthanda njalo
ndikuthanda njalo dali wam
ndikuthanda njalo
ndikuthanda njalo dali wam
ndikuthanda njalo
ulubambo lwam
uyinto yonke k-m
ndikuthande njalo
njalo
bamb’ isandla sam
uyinto yonke k-m
ngeke ndikushiye noma nini
n0ba bangathini
ngeke ndikushiye noma nini na
n0ba bangathini na
bamb’ isandla sam
uyinto yonke k-m
ndikuthande njalo
njalo
ngeke ndikushiye noma nini
n0ba bangathini
ulubambo lwam
bamb’ isandla sam
ndikuthande njalo
ulubambo lwam
sohlala silibheka litshon’ ilanga
ulubambo lwam
bamb’ isandla sam
ndikuthande njalo
kuyophela imilambo
nelanga lingatshoni
ngaphambi
koba ndikushiye
ulubambo lwam
kuyophela imilambo
nelanga lingatshoni
ngaphambi
koba ndikushiye
ulubambo lwam
sobabini nge’ sihluwe lutho
sobabini s’thandwa sam
uzundithembe
ngeke ndikulahle
ulubambo lwam
sobabini nge’ sihluwe lutho
sobabini s’thandwa sam
uzundithembe
ngeke ndikulahle
ulubambo lwam
ngeke ndikushiye noma nini
n0ba bangathini
ulubambo lwam
bamb’ isandla sam
ndikuthande njalo
ulubambo lwam
sohlala silibheka litshon’ ilanga
ulubambo lwam
bamb’ isandla sam
ndikuthande njalo
Random Song Lyrics :
- half as big as life - burt bacharach lyrics
- summer fever - sexy zone lyrics
- you don't even know - kid politics lyrics
- haunted house - fuckyouak lyrics
- pooh - big dy lyrics
- oh girl - mt panda lyrics
- nayaab - seedhe maut lyrics
- the fight within - memphis may fire lyrics
- 찐따같은 나 (jjindda like me) (extended) - wapddi lyrics
- me vale verga - luis leonardo lyrics