siyathandana - berita lyrics
[verse 1: berita]
qa ebizwa amagama ethu ezulwini
zoba seqaleni kwakho
xakufika imini yokugqibela, zoba seqaleni kwakho
nasemnqamlezweni
hlal’ uyazi zoba seqaleni kwakho
hlal’ uyazi, eqaleni kwakho
[chorus: berita]
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’
till the end, yeah
[verse 2: amanda black]
ungowokuqala endicinga ng*ye
ngolwesibini, ndadibana naye
ngoku mathathu amazwi endinawo
ngolwesine, ngolwesihlanu, ndingowakho
nguwe olawula ingqondo yam’ (nguwe olawula ingqondo yam’)
iyo waphola umphemfulo wam’ (iyo waphola umphemfulo wam’)
wandiphandla amehlo am’ (wandiphandla amehlo am’)
tsho yaxola inhliziyo yami, yeah, eh
[chorus: berita & amanda black]
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ sikunye, yeah
till the end, yeah
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ s’yathandana
yena nam’ u*baby wam’, yena nam’ siyavana
yena nam’ ubaby wam’, yena nam’ sikunye yeah
till the end
till the end
[bridge]
Random Song Lyrics :
- cintalho - catarina branco lyrics
- pilot - nodominique lyrics
- 16 year old love - skibs lyrics
- we don’t talk about bruno (ada manley version) - ada manley lyrics
- всё равно (don't care) - xaztf lyrics
- tokyo (bubblegum) - leat'eq & peach prc lyrics
- lows and highs - jessica megans lyrics
- vernally - ram wire lyrics
- bunny girl senpai drill - beweren boi lyrics
- 80 down 65 - calamity jane lyrics