lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ndivulele - ami faku lyrics

Loading...

[verse]
ndivele ndicinge ndilile kulemeko endikuyo
ndizibhaqa ndicela uxolo
ndiyaphambana khawuyeke
ndivele ndicinge ndilile kulemeko endikuyo
ndizibhaqa ndicela uxolo
ndiyaphambana khawuyeke

[pre*chorus]
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
umakhelwane

[chorus]
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ngamanga amanga
ndivulele ndivulele
ngamanga amanga
ndivulele ndivulele

[post*chorus]
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
umakhelwane

[verse]
ndivele ndicinge ndilile kule meko endikuyo
ndizibhaqa ndicela uxolo
ndiyaphambana khawuyeke
ndivele ndicinge ndilile kule meko endikuyo
ndizibhaqa ndicela uxolo
ndiyaphambana khawuyeke

[pre*chorus]
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
umakhelwane

[chorus]
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ndivulele ndivulele
ngamanga ngamanga
ndivulele ndivulele
ngamanga amanga
ndivulele ndivulele
ngamanga amanga
ndivulele ndivulele

[pre*chorus]
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
umakhelwane
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
uyabusa umakhelwane
angithi iphepha ulithengise ilali yonke
umakhelwane

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...